Genesis 41:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro. Daniyeli 2:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waphendula uDaniyeli wathi kukumkani: “Azikho izilumko, nabantu abanobugqi, nababingeleli abaqhelisela imilingo, nabavumisi ngeenkwenkwezi abanokukwazi ukuyityhila le mfihlelo kakumkani.+ Daniyeli 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Bafika ke ababingeleli abaqhelisela imilingo, nabo banobugqi, namaKhaledi,+ nabavumisi ngeenkwenkwezi;+ ndabaxelela iphupha elo, kodwa abakwazanga kundichazela intsingiselo yalo.+
8 Kwathi kusasa, waphazamiseka emoyeni.+ Ngoko wathumela ukuba kubizwe bonke ababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa+ nazo zonke izilumko zakhona,+ waza uFaro wababalisela amaphupha akhe.+ Kodwa akubangakho namnye uwatolikileyo kuFaro.
27 Waphendula uDaniyeli wathi kukumkani: “Azikho izilumko, nabantu abanobugqi, nababingeleli abaqhelisela imilingo, nabavumisi ngeenkwenkwezi abanokukwazi ukuyityhila le mfihlelo kakumkani.+
7 “Bafika ke ababingeleli abaqhelisela imilingo, nabo banobugqi, namaKhaledi,+ nabavumisi ngeenkwenkwezi;+ ndabaxelela iphupha elo, kodwa abakwazanga kundichazela intsingiselo yalo.+