Duteronomi 13:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Esandleni sakho makunganamatheli nento le kwezi zinto zenziwe ngcwele ngokwahlulelwa,+ ukuze abuye uYehova ekuvutheni komsindo wakhe+ aze eneneni abe nenceba kuwe, athi ngokuqinisekileyo abonakalise inceba+ kuwe yaye akwandise, kanye njengoko wafungayo kookhokho bakho.+ INdumiso 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Owu Yehova yikhumbule inceba yakho+ nobubele bakho bothando,+Kuba zisukela kwixesha elingenammiselo.+ INdumiso 102:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kusukuma, uya kuba nenceba kuyo iZiyon,+Kuba lixesha lokuba ube nobabalo kuyo,Kuba ixesha elimisiweyo lifikile.+ Isaya 54:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+
17 Esandleni sakho makunganamatheli nento le kwezi zinto zenziwe ngcwele ngokwahlulelwa,+ ukuze abuye uYehova ekuvutheni komsindo wakhe+ aze eneneni abe nenceba kuwe, athi ngokuqinisekileyo abonakalise inceba+ kuwe yaye akwandise, kanye njengoko wafungayo kookhokho bakho.+
6 Owu Yehova yikhumbule inceba yakho+ nobubele bakho bothando,+Kuba zisukela kwixesha elingenammiselo.+
13 Uya kusukuma, uya kuba nenceba kuyo iZiyon,+Kuba lixesha lokuba ube nobabalo kuyo,Kuba ixesha elimisiweyo lifikile.+
7 “Ndakushiya ngokupheleleyo okomzuzwana omncinane,+ kodwa ndiya kukuqokelela ndawonye ngeenceba ezinkulu.+