Hezekile 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+ Hezekile 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke ngokubhekisele kwabo bakhe baziimbacu kuwo onke amabutho akhe, baya kuwa ngekrele, nabaseleyo baya kusasazeka ngokubanzi kuyo yonke imimoya.+ Niya kwazi ukuba mna Yehova, ndikuthethile oko.”’+
14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+
21 Ke ngokubhekisele kwabo bakhe baziimbacu kuwo onke amabutho akhe, baya kuwa ngekrele, nabaseleyo baya kusasazeka ngokubanzi kuyo yonke imimoya.+ Niya kwazi ukuba mna Yehova, ndikuthethile oko.”’+