Daniyeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+ Habhakuki 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha. 2 Timoti 3:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika amaxesha amanqam ekunzima ukujamelana nawo.+
9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+
3 Kuba umbono usengowexesha elimisiweyo,+ yaye uqhubeka ukhawulezela ekupheleni, ibe awuyi kuxoka. Kwanokuba unokulibala, hlala uwulindile; kuba uya kuba yinyaniso nakanjani na.+ Awuyi kufika emva kwexesha.
3 Ke, kwazi oku, ukuba ngemihla yokugqibela+ kuya kufika amaxesha amanqam ekunzima ukujamelana nawo.+