Daniyeli 11:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Ngexesha lesiphelo ukumkani wasemzantsi+ uya kusukuzana naye, aze ukumkani wasemntla agaleleke kuye njengesaqhwithi eneenqwelo, nabakhweli-mahashe, neenqanawa ezininzi; yaye ngokuqinisekileyo uya kungena emazweni akhukule adlule.
40 “Ngexesha lesiphelo ukumkani wasemzantsi+ uya kusukuzana naye, aze ukumkani wasemntla agaleleke kuye njengesaqhwithi eneenqwelo, nabakhweli-mahashe, neenqanawa ezininzi; yaye ngokuqinisekileyo uya kungena emazweni akhukule adlule.