Yoshuwa 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?” Isaya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+ Hezekile 34:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nam, mna Yehova, ndiya kuba nguThixo wazo,+ nomkhonzi wam uDavide abe sisikhulu phakathi kwazo.+ Mna, Yehova, ndithethile. Daniyeli 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Noko ke, ndiza kukuxelela izinto ezibhalwe phantsi embhalweni wenyaniso,+ yaye akukho namnye undixhasayo ekulweni nazo ngaphandle kukaMikayeli,+ inkosana yenu.+
14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?”
6 Kuba sizalelwe umntwana,+ sinikwe unyana;+ yaye ukuphatha njengenkosana kuya kuba segxalabeni lakhe.+ Igama lakhe liya kubizwa ngokuba nguMcebisi Omangalisayo,+ uThixo Onamandla,+ uBawo ongunaPhakade,+ iNkosana yoXolo.+
24 Nam, mna Yehova, ndiya kuba nguThixo wazo,+ nomkhonzi wam uDavide abe sisikhulu phakathi kwazo.+ Mna, Yehova, ndithethile.
21 Noko ke, ndiza kukuxelela izinto ezibhalwe phantsi embhalweni wenyaniso,+ yaye akukho namnye undixhasayo ekulweni nazo ngaphandle kukaMikayeli,+ inkosana yenu.+