Roma 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa umYuda unguye ngaphakathi,+ nolwaluko lwakhe lolo lwentliziyo+ ngawo umoya, kungekhona ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+ Indumiso+ yalowo ivela, kungekhona ebantwini, kodwa kuThixo.+ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+ Galati 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngamana bangaba noxolo nenceba bonke abo bahamba ngalo mgaqo, oko kukuthi, uSirayeli kaThixo.+
29 Kodwa umYuda unguye ngaphakathi,+ nolwaluko lwakhe lolo lwentliziyo+ ngawo umoya, kungekhona ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+ Indumiso+ yalowo ivela, kungekhona ebantwini, kodwa kuThixo.+
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+