Isaya 26:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+ Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+ Mateyu 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Enyanisweni, ngaphandle kokuba loo mihla inqunyulwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; kodwa ngenxa yabanyuliweyo+ loo mihla iya kunqunyulwa.+ ISityhilelo 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula omnye wabadala+ wathi kum: “Aba bambethe imiwunduzo+ emhlophe, bangoobani na yaye bevela phi na?”
20 “Hambani, bantu bam, ningene emagumbini enu angaphakathi, nize nivale iingcango zenu emva kwenu.+ Zifihleni umzuzwana kude kudlule isiqalekiso.+
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
22 Enyanisweni, ngaphandle kokuba loo mihla inqunyulwe, bekungayi kubakho nyama isindayo; kodwa ngenxa yabanyuliweyo+ loo mihla iya kunqunyulwa.+
13 Wandula omnye wabadala+ wathi kum: “Aba bambethe imiwunduzo+ emhlophe, bangoobani na yaye bevela phi na?”