IMizekeliso 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukukhunjulwa kwelungisa kuyintsikelelo,+ kodwa igama labakhohlakeleyo liya kubola.+ Mateyu 24:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+ Mateyu 25:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+
51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+
46 Kwaye aba baya kumka baye kwintshabalalo engunaphakade,+ kodwa bona abangamalungisa baye ebomini obungunaphakade.”+