Daniyeli 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+ Daniyeli 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+
17 Ngoko weza kweli cala ndandimi kulo, ndaza ndankwantya ndawa ngobuso. Wathi kum: “Qonda,+ nyana womntu,+ ukuba lo mbono ngowexesha lesiphelo.”+
9 Yona yahlabela mgama yathi: “Hamba, Daniyeli, kuba la mazwi aya kugcinwa eyimfihlelo, atywinwe kude kube lixesha lesiphelo.+