2 Timoti 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+ 2 Timoti 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa abantu abangendawo namabhedengu baya kuhambela phambili ebubini, belahlekisa yaye belahlekiswa.+
2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+
13 Kodwa abantu abangendawo namabhedengu baya kuhambela phambili ebubini, belahlekisa yaye belahlekiswa.+