Yeremiya 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+ Hoseya 8:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Emlonyeni wakho—beka isigodlo!+ Kukho oza njengokhozi+ nxamnye nendlu kaYehova, ngenxa yokuba bawugqithile umnqophiso wam,+ yaye banxaxhile kumthetho wam.+ Yoweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!
5 Xelani kwaYuda, nivakalise naseYerusalem,+ yitshoni ngokuvakalayo, nivuthele nesigodlo kulo lonke ilizwe.+ Memezani kakhulu nithi: “Hlanganisanani, kwaye masingene ezixekweni ezinqatyisiweyo.+
8 “Emlonyeni wakho—beka isigodlo!+ Kukho oza njengokhozi+ nxamnye nendlu kaYehova, ngenxa yokuba bawugqithile umnqophiso wam,+ yaye banxaxhile kumthetho wam.+
2 “Vuthelani isigodlo eZiyon,+ nihlabe umkhosi+ entabeni yam engcwele.+ Bonke abemi belizwe mabaphazamiseke;+ kuba imini kaYehova iyeza,+ kuba ikufuphi!