ABagwebi 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Imvelaphi yabo yayisentilini+ yakwaEfrayim,Kunye nawe, Owu Bhenjamin, phakathi kwezizwana zakho.Abaphathi bavela kwaMakire,+Yaye bavela kwaZebhulon abo baphatha izixhobo zababhali.+
14 Imvelaphi yabo yayisentilini+ yakwaEfrayim,Kunye nawe, Owu Bhenjamin, phakathi kwezizwana zakho.Abaphathi bavela kwaMakire,+Yaye bavela kwaZebhulon abo baphatha izixhobo zababhali.+