IMizekeliso 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuqhuba ubulungisa nesigwebo uyakukhetha ngakumbi uYehova kunombingelelo.+ Isaya 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+ Mika 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiya kumkhawulela+ ndinantoni na uYehova? Ndiya kuqubuda ndinantoni na kuThixo ophezulu?+ Ndiya kumkhawulela ndineminikelo etshiswa kuphele na,+ ngamathole amnyaka mnye na? Mateyu 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”
11 “Kunangenelo ngantoni na kum ukuba mininzi kwemibingelelo yenu?” utsho uYehova. “Ndanele yimibingelelo etshiswa kuphele+ yeenkunzi zeegusha+ namanqatha ezilwanyana ezondlekileyo;+ yaye andiyoliswa+ naligazi+ lamathole eenkomo aziinkunzi neenkunzi zeemvana neenkunzi zeebhokhwe.+
6 Ndiya kumkhawulela+ ndinantoni na uYehova? Ndiya kuqubuda ndinantoni na kuThixo ophezulu?+ Ndiya kumkhawulela ndineminikelo etshiswa kuphele na,+ ngamathole amnyaka mnye na?
13 Hambani, ngoko, nize nifunde okuthethwa koku, ‘Ndifuna inceba, kungekhona umbingelelo.’+ Kuba ndize kubiza, kungekhona amalungisa, kodwa aboni.”