2 Kumkani 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye umsindo kaYehova+ wavutha nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamnikela esandleni sikaHazayeli+ ukumkani waseSiriya nasesandleni sikaBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe. 2 Kumkani 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UPuli+ ukumkani waseAsiriya+ wafika kwelo lizwe. UMenahem wanika+ uPuli iitalente eziliwaka zesilivere,+ ukuze izandla zakhe zibe naye zibomeleze ubukumkani esandleni sakhe.+
3 Yaye umsindo kaYehova+ wavutha nxamnye noSirayeli, kangangokuba wamnikela esandleni sikaHazayeli+ ukumkani waseSiriya nasesandleni sikaBhen-hadadi+ unyana kaHazayeli yonke imihla yakhe.
19 UPuli+ ukumkani waseAsiriya+ wafika kwelo lizwe. UMenahem wanika+ uPuli iitalente eziliwaka zesilivere,+ ukuze izandla zakhe zibe naye zibomeleze ubukumkani esandleni sakhe.+