Yeremiya 13:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye ndiza kubangqubanisa, ooyise noonyana, ngaxeshanye,”+ utsho uYehova. “Andiyi kubonisa mfesane, ndingabi nalo naluphi na usizi, yaye andiyi kuba nanceba ngokokude ndingabonakalisi.”’+ Hezekile 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nam ke, iliso lam aliyi kuba nosizi,+ ndingayi kubonisa nemfesane.+ Ngokuqinisekileyo ndiya kuzisa entlokweni yabo ngokwendlela yabo.”+ Roma 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+
14 Yaye ndiza kubangqubanisa, ooyise noonyana, ngaxeshanye,”+ utsho uYehova. “Andiyi kubonisa mfesane, ndingabi nalo naluphi na usizi, yaye andiyi kuba nanceba ngokokude ndingabonakalisi.”’+
10 Nam ke, iliso lam aliyi kuba nosizi,+ ndingayi kubonisa nemfesane.+ Ngokuqinisekileyo ndiya kuzisa entlokweni yabo ngokwendlela yabo.”+
18 Ngoko, ke, kulowo anqwenela ukwenjenjalo kuye uba nenceba,+ kodwa lowo anqwenela njalo kuye uyamyeka abe neenkani.+