2 Kumkani 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+
10 Bayithimba+ ekupheleni kweminyaka emithathu; ngonyaka wesithandathu kaHezekiya, oko kukuthi, unyaka wesithoba kaHosheya ukumkani wakwaSirayeli, iSamariya yathinjwa.+