Yeremiya 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Umoya uya kubalusa bonke abalusi bakho;+ nabo ke bakuthanda kakhulu, baya kuya ekuthinjweni.+ Kuba ngelo xesha uya kuba neentloni uze ngokuqinisekileyo uzive uthotyiwe ngenxa yentlekele yakho yonke.+
22 Umoya uya kubalusa bonke abalusi bakho;+ nabo ke bakuthanda kakhulu, baya kuya ekuthinjweni.+ Kuba ngelo xesha uya kuba neentloni uze ngokuqinisekileyo uzive uthotyiwe ngenxa yentlekele yakho yonke.+