INdumiso 85:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke bona ububele bothando nenyaniso, zihlangabezene;+Ubulungisa noxolo—zangene.+ Yeremiya 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+ Mika 7:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+
2 Kwaye ukuba ngokuqinisekileyo uthe wafunga wathi,+ ‘Ephila nje uYehova enyanisweni,+ kokusesikweni nangobulungisa!’+ ziya kwandula ke okunene zizisikelele ngaye iintlanga, zize ziqhayise ngaye.”+
18 Ngubani na onguThixo onjengawe,+ oxolela isiphoso nodlulayo ekunxaxheni+ kwentsalela yelifa lakhe?+ Ngokuqinisekileyo akayi kubambelela kumsindo wakhe ngonaphakade, kuba uyoliswa bububele bothando.+