1 Kumkani 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa ekupheleni kweentsuku ezithile intlambo yoma,+ ngenxa yokuba kwakungazange kune mvula emhlabeni. 1 Kumkani 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+ Yeremiya 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Lilo eli ilizwi likaYehova elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele imbalela:+
7 Kodwa ekupheleni kweentsuku ezithile intlambo yoma,+ ngenxa yokuba kwakungazange kune mvula emhlabeni.
5 Waza uAhabhi wahlabela mgama wathi kuObhadiya: “Yiya elizweni kuyo yonke imithombo yamanzi nakuzo zonke iintlambo. Mhlawumbi singafumana ingca eluhlaza,+ ukuze siwagcine ephila amahashe neemeyile ukuze kungaphindi kunqunyulwe izilo ezingakumbi.”+