Eksodus 15:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+ INdumiso 89:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ndakuba ndifungile ebungcweleni bam,+Andiyi kumxokisa uDavide.+
11 Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova?+Ngubani na onjengawe, wena uvethe amandla obungcwele?+Wena ungowokoyikwa+ ngeengoma zokudumisa,+ Wena wenza izinto ezimangalisayo.+