Duteronomi 28:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Isibhakabhaka sakho esiphezu kwentloko yakho soba lubhedu, nomhlaba ophantsi kwakho ube yintsimbi.+ 1 Kumkani 8:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 “Xa izulu livaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho, babuye nasesonweni sabo, ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+ 2 Kronike 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Xa ndivala amazulu ukuba imvula ingabikho+ naxa ndiyalela iintethe ukuba zidle ilizwe ziligqibe+ nokuba ndithumela indyikitya yokufa phakathi kwabantu bam,+ Isaya 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiza kusitshabalalisa.+ Asiyi kuthenwa, singayi kuhlakulwa.+ Yaye simele simile ityholo elinameva nokhula;+ namafu ngokwawo ndiya kuwayalela ukuba anganisi mvula phezu kwaso.+
23 Isibhakabhaka sakho esiphezu kwentloko yakho soba lubhedu, nomhlaba ophantsi kwakho ube yintsimbi.+
35 “Xa izulu livaliwe kangangokuba kungabikho mvula,+ ngenxa yokuba baye baqhubeka bekona,+ baze bathandaze kule ndawo+ balibonge igama lakho, babuye nasesonweni sabo, ngenxa yokuba uye waqhubeka ubaxhwalekisa,+
13 Xa ndivala amazulu ukuba imvula ingabikho+ naxa ndiyalela iintethe ukuba zidle ilizwe ziligqibe+ nokuba ndithumela indyikitya yokufa phakathi kwabantu bam,+
6 Ndiza kusitshabalalisa.+ Asiyi kuthenwa, singayi kuhlakulwa.+ Yaye simele simile ityholo elinameva nokhula;+ namafu ngokwawo ndiya kuwayalela ukuba anganisi mvula phezu kwaso.+