Duteronomi 31:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kothi xa bathe bafikelwa ziintlekele nakukubandezeleka okuninzi,+ isuke le ngoma iphendule phambi kwabo njengengqina, kuba ayisayi kulityalwa imke emlonyeni wenzala yabo, yaye ndiyalwazi kakuhle utyekelo lwabo+ namhlanje kwanangaphambi kokubangenisa kwam kwelo lizwe ndifunge ngalo.” Yeremiya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 ngenxa yokuba baqhube ngokungabi nangqiqo kwaSirayeli,+ bahlala bekrexeza nabafazi bamaqabane abo+ baza bathetha ngobuxoki egameni lam ilizwi endingabayalelanga lona.+ “‘“NdinguLowo waziyo yaye ndilingqina,”+ utsho uYehova.’”
21 Kothi xa bathe bafikelwa ziintlekele nakukubandezeleka okuninzi,+ isuke le ngoma iphendule phambi kwabo njengengqina, kuba ayisayi kulityalwa imke emlonyeni wenzala yabo, yaye ndiyalwazi kakuhle utyekelo lwabo+ namhlanje kwanangaphambi kokubangenisa kwam kwelo lizwe ndifunge ngalo.”
23 ngenxa yokuba baqhube ngokungabi nangqiqo kwaSirayeli,+ bahlala bekrexeza nabafazi bamaqabane abo+ baza bathetha ngobuxoki egameni lam ilizwi endingabayalelanga lona.+ “‘“NdinguLowo waziyo yaye ndilingqina,”+ utsho uYehova.’”