Amosi 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+
5 Ningafuni iBheteli,+ ningezi naseGiligali,+ ningadluleli naseBher-shebha;+ ngenxa yokuba nakanjani na iGiligali iya kuya ekuthinjweni;+ ke yona iBheteli, iya kuba yinto engaqhelekanga.+