Isaya 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+ Zekariya 8:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ndiza kubuyela eZiyon+ ndize ndihlale phakathi kweYerusalem;+ yaye ngokuqinisekileyo iYerusalem iya kubizwa ngokuba sisixeko senyaniso,+ nentaba kaYehova+ wemikhosi ngokuba yintaba engcwele.’”+ ISityhilelo 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko yandithwala ngamandla omoya yandisa kuyo intaba+ enkulu nephakamileyo, yaza yandibonisa isixeko+ esingcwele, iYerusalem, sisihla siphuma ezulwini kuThixo+
9 Aziyi kwenzakalisa+ okanye zonakalise entabeni yam yonke engcwele;+ ngenxa yokuba umhlaba ngokuqinisekileyo uya kuzaliswa kukwazi uYehova njengamanzi egubungele ulwandle.+
3 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ndiza kubuyela eZiyon+ ndize ndihlale phakathi kweYerusalem;+ yaye ngokuqinisekileyo iYerusalem iya kubizwa ngokuba sisixeko senyaniso,+ nentaba kaYehova+ wemikhosi ngokuba yintaba engcwele.’”+
10 Ngoko yandithwala ngamandla omoya yandisa kuyo intaba+ enkulu nephakamileyo, yaza yandibonisa isixeko+ esingcwele, iYerusalem, sisihla siphuma ezulwini kuThixo+