IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 41:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kwandula ke kwafika amadoda evela kwaShekem,+ evela eShilo+ naseSamariya,+ amadoda angamashumi asibhozo awayezichebile iindevu zawo+ nawayezikrazule izambatho zawo kwaye ezicentile,+ yaye ayenomnikelo wokudla okuziinkozo nentlaka yokuqhumisa+ esandleni sawo ezizise endlwini kaYehova.

  • Yeremiya 48:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Kuba zonke iintloko zinenkqayi,+ nazo zonke iindevu zinquthulwe.+ Ezandleni zonke ziintlanga,+ nasezinqeni lirhonya!’”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share