1 Samuweli 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nibone nize niqinisekise ngazo zonke iindawo zokuzimela apho azifihla khona; yaye nimele nibuyele kum ninobungqina, ndiza kuhamba ke nani; kwaye kumele kuthi, ukuba ukho elizweni, nam ndigocagoce ngenyameko phakathi kwawo onke amawaka+ akwaYuda.”
23 Nibone nize niqinisekise ngazo zonke iindawo zokuzimela apho azifihla khona; yaye nimele nibuyele kum ninobungqina, ndiza kuhamba ke nani; kwaye kumele kuthi, ukuba ukho elizweni, nam ndigocagoce ngenyameko phakathi kwawo onke amawaka+ akwaYuda.”