Luka 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 kuba nizalelwe namhlanje uMsindisi,+ onguKristu iNkosi,+ kwisixeko sikaDavide.+ Yohane 7:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Asizange sitsho na iSibhalo ukuba uKRISTU uphuma kwinzala kaDavide,+ naseBhetelehem+ idolophana apho uDavide wayefudula ekhona?”+
42 Asizange sitsho na iSibhalo ukuba uKRISTU uphuma kwinzala kaDavide,+ naseBhetelehem+ idolophana apho uDavide wayefudula ekhona?”+