Isaya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye abantu bam baya kuhlala kwindawo yokuhlala enoxolo nakwiindawo zokuhlala zentembelo epheleleyo nakwiindawo zokuphumla ezingaphazamisekiyo.+ Yeremiya 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+
18 Yaye abantu bam baya kuhlala kwindawo yokuhlala enoxolo nakwiindawo zokuhlala zentembelo epheleleyo nakwiindawo zokuphumla ezingaphazamisekiyo.+
6 Ngemihla yakhe uYuda uya kusindiswa,+ noSirayeli uya kuhlala ngonqabiseko.+ Yaye uya kubizwa ngokuthi, UYehova UbuBulungisa Bethu.”+