Duteronomi 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Zikhetheleni amadoda azizilumko naziingqondi+ nanamava+ kwizizwe zenu, ukuze ndiwamise abe ziintloko zenu.’+ 1 Korinte 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndithethela ukunishukumisela ukuba nibe neentloni.+ Ngaba enyanisweni akukho namnye umntu osisilumko+ phakathi kwenu oya kukwazi ukugweba phakathi kwabazalwana bakhe,
13 Zikhetheleni amadoda azizilumko naziingqondi+ nanamava+ kwizizwe zenu, ukuze ndiwamise abe ziintloko zenu.’+
5 Ndithethela ukunishukumisela ukuba nibe neentloni.+ Ngaba enyanisweni akukho namnye umntu osisilumko+ phakathi kwenu oya kukwazi ukugweba phakathi kwabazalwana bakhe,