Isaya 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngoko ukumkani waseAsiriya uya kukhokela amaqela amabanjwa aseYiputa+ nabathinjwa baseTiyopiya, amakhwenkwe namadoda amadala, behamba ze nasezinyaweni benganxibanga nto, behamba ngeempundu, nto leyo eziintloni kwiYiputa.+ Yeremiya 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngawo la amazwi encwadi uYeremiya umprofeti awayithumela eYerusalem kwabaseleyo kumadoda amakhulu abantu abathinjiweyo nakubabingeleli nakubaprofeti nakubo bonke abantu, abo uNebhukadenetsare wabathabathayo eYerusalem wabasa ekuthinjweni eBhabhiloni,+
4 ngoko ukumkani waseAsiriya uya kukhokela amaqela amabanjwa aseYiputa+ nabathinjwa baseTiyopiya, amakhwenkwe namadoda amadala, behamba ze nasezinyaweni benganxibanga nto, behamba ngeempundu, nto leyo eziintloni kwiYiputa.+
29 Ngawo la amazwi encwadi uYeremiya umprofeti awayithumela eYerusalem kwabaseleyo kumadoda amakhulu abantu abathinjiweyo nakubabingeleli nakubaprofeti nakubo bonke abantu, abo uNebhukadenetsare wabathabathayo eYerusalem wabasa ekuthinjweni eBhabhiloni,+