Eksodus 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+ INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+ Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ Luka 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 ngenxa yokuba amehlo am ayibonile indlela yakho yokusindisa+
2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+