Genesis 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+ INdumiso 66:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yizani, niphulaphule, nonke nina boyika uThixo, yaye ndiya kubalisa+Oko akwenzele umphefumlo wam.+ IZenzo 9:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda. ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
12 Yaza yahlabela mgama isithi: “Musa ukusisa isandla sakho kuyo inkwenkwe yaye uze ungenzi nto konke konke kuyo,+ kuba ndiyazi ngoku ukuba uyamoyika uThixo, ekubeni ungakhange wale nonyana wakho kum, engokuphela kwakhe.”+
16 Yizani, niphulaphule, nonke nina boyika uThixo, yaye ndiya kubalisa+Oko akwenzele umphefumlo wam.+
31 Ngoko, eneneni, ibandla+ kulo lonke elakwaYuda naseGalili naseSamariya laba noxolo, lisakheka; yaye njengoko lalihamba ekoyikeni uYehova+ nakwintuthuzelo yomoya oyingcwele+ laqhubeka lisanda.
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+