Genesis 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+ INdumiso 100:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+ IZenzo 17:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.
7 Wandula ke uYehova uThixo wabumba umntu ngothuli+ lomhlaba+ waza wavuthela impefumlo yobomi+ emathatheni akhe, umntu ke waba ngumphefumlo ophilayo.+
3 Yazini ukuba uYehova nguThixo.+Nguye owasenzayo, asisithi.+Thina singabantu bakhe nezimvu zedlelo lakhe.+
25 enganyanyekelwa nazizandla zabantu ngokungathi ebeswele nantoni na,+ ngenxa yokuba yena ubanika bonke abantu ubomi+ nempefumlo+ nezinto zonke.