Amosi 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+
18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+