Mateyu 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa lowo unyamezele+ kwada kwasekupheleni uya kusindiswa.+ Luka 21:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+
36 Hlalani niphaphile,+ ngoko, lonke ixesha nisenza isikhungo+ ukuze niphumelele ekubalekeni zonke ezi zinto zimiselwe ukubakho, nasekumeni phambi koNyana womntu.”+