Marko 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Sifanele sihlawule, okanye sifanele singahlawuli kusini na?”+ Efumanisa uhanahaniso lwabo, wathi kubo: “Kutheni nindivavanya nje? Ndiziseleni idenariyo ukuze ndiyikhangele.”+
15 Sifanele sihlawule, okanye sifanele singahlawuli kusini na?”+ Efumanisa uhanahaniso lwabo, wathi kubo: “Kutheni nindivavanya nje? Ndiziseleni idenariyo ukuze ndiyikhangele.”+