Marko 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Nina ke, zilumkeleni; abantu baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye niya kubethwa kwizindlu zesikhungu+ nize nimiswe phambi kweerhuluneli nookumkani ngenxa yam, ukuze kube bubungqina kubo.+ Luka 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+ 2 Timoti 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Enyanisweni, bonke abo banqwenela ukuphila ngozinikelo lobuthixo ngokunxulumene noKristu Yesu, nabo baya kutshutshiswa.+ 1 Petros 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+
9 “Nina ke, zilumkeleni; abantu baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye niya kubethwa kwizindlu zesikhungu+ nize nimiswe phambi kweerhuluneli nookumkani ngenxa yam, ukuze kube bubungqina kubo.+
12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+
12 Enyanisweni, bonke abo banqwenela ukuphila ngozinikelo lobuthixo ngokunxulumene noKristu Yesu, nabo baya kutshutshiswa.+
21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+