Mateyu 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ukanti ndiya kwandula ndivume kubo ndithi: Andizange ndinazi!+ Mkani kum, nina benzi bokuchasene nomthetho.+ 2 Timoti 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+
23 Ukanti ndiya kwandula ndivume kubo ndithi: Andizange ndinazi!+ Mkani kum, nina benzi bokuchasene nomthetho.+
2 Kuba abantu baya kuba ngabazithandayo, abathandi bemali, abazidlayo, abanekratshi, abanyelisi, abangathobeli bazali,+ abangenambulelo, abanganyanisekanga,+