Daniyeli 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+ Luka 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye baya kwandula ke bambone uNyana womntu+ esiza ngelifu enamandla nobuqaqawuli obukhulu.+
13 “Ndaqhubeka ndibona emibonweni yasebusuku, nanko kusiza ngamafu+ amazulu uthile onjengonyana womntu;+ waza wafikelela kuNyangelemihla,+ bamsondeza ke kanye phambi Kwakhe.+