INdumiso 112:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+ Mateyu 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+
10 Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+ ש [Shin]Uya kutshixiza amazinyo aze okunene anyibilike.+ ת [Taw]Umnqweno wabangendawo uya kutshabalala.+
12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+