2 Korinte 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko ke singoonozakuzaku+ abasendaweni kaKristu,+ ngokungathi uThixo ebesenza isibongozo ngathi.+ Njengabasendaweni kaKristu siyabongoza sisithi:+ “Yibani ngabaxolelanisiweyo noThixo.” Hebhere 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+
20 Ngoko ke singoonozakuzaku+ abasendaweni kaKristu,+ ngokungathi uThixo ebesenza isibongozo ngathi.+ Njengabasendaweni kaKristu siyabongoza sisithi:+ “Yibani ngabaxolelanisiweyo noThixo.”
11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+