Mateyu 16:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+ Mateyu 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+ Mateyu 27:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngoko wabakhululela uBharabhas, kodwa wayalela ukuba uYesu atywatyushwe+ waza wamnikela ukuba abethelelwe.+ Marko 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngako oko uPilato, enqwenela ukwanelisa isihlwele,+ wabakhululela uBharabhas, yaye, emva kokuba uYesu etywatyushiwe, wamnikela ukuba abethelelwe.+ Yohane 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke ngoko, wamnikela kuwo ukuba abethelelwe.+ Bandula ke bamthabathela kubo uYesu.
21 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu Kristu wababonisa abafundi bakhe ukuba umele aye eYerusalem, afumane imbandezelo kumadoda amakhulu nakubabingeleli abaziintloko nababhali, abulawe, aze avuswe ngomhla wesithathu.+
19 bamnikele kubantu beentlanga ukuze bahlekise ngaye, bamtyakatye, bambethelele,+ aze avuswe ngomhla wesithathu.”+
26 Ngoko wabakhululela uBharabhas, kodwa wayalela ukuba uYesu atywatyushwe+ waza wamnikela ukuba abethelelwe.+
15 Ngako oko uPilato, enqwenela ukwanelisa isihlwele,+ wabakhululela uBharabhas, yaye, emva kokuba uYesu etywatyushiwe, wamnikela ukuba abethelelwe.+