Mateyu 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+ Yohane 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba amahlwempu+ nisoloko nikunye nawo, kodwa mna aniyi kusoloko ninam.” Yohane 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+
15 Ngako oku uYesu wathi kubo: “Abahlobo bomyeni abanasizathu sakuzila lo gama umyeni+ ekunye nabo, andibi kunjalo? Kodwa iya kufika imihla yaxa umyeni eya kususwa+ kubo, yaye baya kwandula ke bazile ukutya.+
11 “Andisekho sehlabathini, kodwa bona basehlabathini+ yaye mna ndiza kuwe. Bawo Ongcwele, balinde+ ngenxa yegama lakho ondinike lona, ukuze babe banye kanye njengoko sinjalo thina.+