IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 17:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ke yena uAhitofele, wabona ukuba kwakungenziwanga ngecebo lakhe,+ yaye wafaka isali e-esileni, wesuka ke waza waya endlwini yakhe kwisixeko sakowabo.+ Wandula ke wanikela imiyalelo kwindlu yakhe+ waza wazikrwitsha+ waba ngaloo ndlela uyafa.+ Ngoko wangcwatyelwa+ kwindawo yokungcwaba yookhokho bakhe.

  • INdumiso 55:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wena ke, Thixo, uya kubehlisela kowona mhadi usezantsi.+

      Ke abantu abanetyala legazi nabanenkohliso, abayi kuphila nesiqingatha semihla yabo.+

      Mna ke, ndiya kukholosa ngawe.+

  • IZenzo 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 (Lo mntu, ke ngoko, wathenga+ intsimi ngomvuzo wentswela-bulungisa,+ yaye wakhahleleka phantsi ngentloko+ wagqabhuka ngesandi esikhulu ngaphakathi aza onke amathumbu akhe aphalala.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share