Marko 15:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+ Luka 23:53 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Yawothula,+ yawusongela ngelinen ecikizekileyo yaza wawubeka engcwabeni+ elalixholwe eliweni, ekwakungazange kulale mntu kulo.+ Yohane 19:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Kwenzeka ukuba, kwindawo apho wayebethelelwe khona kube kwakukho umyezo, nasemyezweni ingcwaba lenkumbulo elitsha,+ ekungekho bani wakha wabekwa kulo.
46 Ngako oko wathenga ilinen ecikizekileyo waza wamthula, wamsongela ngelinen leyo ecikizekileyo, wambeka+ engcwabeni+ elalimbiwe eliweni; kwaye waqengqela ilitye emnyangweni wengcwaba lenkumbulo.+
53 Yawothula,+ yawusongela ngelinen ecikizekileyo yaza wawubeka engcwabeni+ elalixholwe eliweni, ekwakungazange kulale mntu kulo.+
41 Kwenzeka ukuba, kwindawo apho wayebethelelwe khona kube kwakukho umyezo, nasemyezweni ingcwaba lenkumbulo elitsha,+ ekungekho bani wakha wabekwa kulo.