IMizekeliso 25:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukuba okuthiyayo ulambile, mnike isonka adle; yaye ukuba unxaniwe, mnike amanzi asele.+ Roma 12:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa, “ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela;+ kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.”+
20 Kodwa, “ukuba utshaba lwakho lulambile, luphe ukutya; ukuba lunxaniwe, lunike into yokusela;+ kuba ngokwenza oku woba ufumba amalahle omlilo phezu kwentloko yalo.”+