Luka 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.
9 Ngako oko ndithi kuni, Qhubekani nicela,+ niya kunikwa; qhubekani nifuna,+ niya kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niya kuvulelwa.