Marko 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye ngoko nangoko emva kokuba ephumile esikhepheni wahlangatyezwa yindoda enomoya ongahlambulukanga iphuma phakathi kwamangcwaba enkumbulo.+ Luka 8:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kodwa njengoko wayephumela emhlabeni wahlangatyezwa yindoda ethile kweso sixeko eyayineedemon. Yaye kangangexesha elide yayinganxibi sinxibo, kwaye yayihlala, kungekhona ekhaya, kodwa phakathi kwamangcwaba.+
2 Yaye ngoko nangoko emva kokuba ephumile esikhepheni wahlangatyezwa yindoda enomoya ongahlambulukanga iphuma phakathi kwamangcwaba enkumbulo.+
27 Kodwa njengoko wayephumela emhlabeni wahlangatyezwa yindoda ethile kweso sixeko eyayineedemon. Yaye kangangexesha elide yayinganxibi sinxibo, kwaye yayihlala, kungekhona ekhaya, kodwa phakathi kwamangcwaba.+