Luka 7:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Bakumka abathunywa bakaYohane, wathi kwizihlwele ngokuphathelele uYohane: “Naphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Ingcongolo ilatyuziswa ngumoya?+ Efese 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ukuze singabi saba ziintsana, sikhukuliswa+ ngamaza yaye siphetshethwa yiyo yonke imimoya yeemfundiso+ zabakhohlisi+ abalahlekisa abantu ngobuqhokolo.
24 Bakumka abathunywa bakaYohane, wathi kwizihlwele ngokuphathelele uYohane: “Naphuma nisiya kubona ntoni na entlango? Ingcongolo ilatyuziswa ngumoya?+
14 ukuze singabi saba ziintsana, sikhukuliswa+ ngamaza yaye siphetshethwa yiyo yonke imimoya yeemfundiso+ zabakhohlisi+ abalahlekisa abantu ngobuqhokolo.